2 Samuel 11:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekute, xeshekweni u‐Jowabi abegqalile isixeko, wammisa u‐Huriya kulondawo apo abesazi ukuba amadoda obuṙoti akona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekuwungqingeni kukaYowabhi umzi lowo, wambeka u-Uriya kwindawo abesazi ukuba akuyo amadoda angamakroti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuwubona uYowabhi umzi lowo, wambeka u-Uriya kwindawo abesazi ukuba kukho amadoda anobukroti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ke ekusingqingeni kwakhe isixeko uJowabhi, wambeka kwelona cala linamagorha u-Uriya.