2 Samuel 11:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Davide ku‐Huriya: Yihla uye endlwini yako, uhlambe inyawo zako. Kwati kwakupuma u‐Huriya endlwini yokumkani, kwapuma emva kwake isabelwa sokutya kukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wathi ku-Uriya, Yihla uye endlwini yakho, uhlambe iinyawo zakho. Waphuma u-Uriya endlwini yokumkani; kwaphuma emva kwakhe isipho sokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide ku-Uriya, Yihla uye endlwini yakho, uhlambe iinyawo zakho. Waphuma u-Uriya endlwini yokumkani; walandelwa yinto eninzi yezidlo zokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uDavide uthe ku-Uriya: “Hamba uye endlwini yakho, ukhe uhlambe iinyawo.” Waphuma ke u-Uriya komkhulu, kwalandela isipho esivela kukumkani, sasiwa kwakhe.