2 Samuel 12:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako u‐Davide wamfuna utixo ngenxa yomntwana lowo; waza u‐Davide wenza inzilo, wangena, walala ubusuku bonke emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wambongoza uThixo ngenxa yenkwenkwe leyo; uDavide wazila ukudla, waqungquluza emhlabeni bonke ubusuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wathandazela umntwana kuThixo; uDavide wazila ukudla, wangena, walala emhlabeni ubusuku bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide usuke wacela ukuba amphilise uThixo, wazila ukutya, wangena endlwini, waqungquluza emhlabeni bonke ubusuku.