2 Samuel 12:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Nxa umntwana asahleli, ndazila ukutya, ndalila nokulila, ngokuba ndibe ndisiti: Ngubanina owaziyo? angati uyehova abe nofefe kum, ukuba umntwana apile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Xa ebesahleli umntwana, ndazila ukudla, ndalila; ngokuba bendisithi, Ngubani na owaziyo? Mhlawumbi uYehova angandibabala, aphile umntwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Akuba engasahleli umntwana, ndazila ukudla, ndalila, ngokuba bendisithi, Ngubani na owaziyo, ukuba uThixo angandiba nenceba, aphile umntwana?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphendule wathi: “Ewe, bendizila, ndilila ngokuya belusahleli usana, kuba bendisithi: ‘Ngubani owaziyo? Mhlawumbi uNdikhoyo angandenzela inceba, luphile olo sana.’