2 Samuel 12:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide wamtutuzela u‐Batesheba umfazi wake, wangena kuye, walala naye; wazala unyana ke; waza wabiza igama lake ngo‐Solomone: wati uyehova wamtanda;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wamthuthuzela uBhatshebha umkakhe; wangena kuye, walala naye; wazala unyana, wathi igama lakhe nguSolomon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umkakhe, wamngena, walala naye; wazala unyana, wathi igama lakhe nguSolomon; uYehova wamthanda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uDavide waya kuthuthuzela umkakhe uBhashebha, walala naye. Wazala umntwana oyinkwenkwe, wathi igama lakhe nguSolomon. Wayithanda loo nkwenkwana *uNdikhoyo,