2 Samuel 12:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Jowabi walwa ngakuyo i‐Raba yosapo luka‐Hamoni, wasitimba isixeko sobukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uYowabhi walwa neRabha yoonyana baka-Amon, wawuthimba umzi wakomkhulu lowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYowabhi wayixabela iRabha yoonyana baka-Amoni waza wasithimba isixeko sasebukhosini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uJowabhi wahlasela iRabha, ikomkhulu lama-Amon, wathimba umzi wakomkhulu.