2 Samuel 12:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide wahlanganisa bonke abantu, waya e‐Raba, walwa ngakuyo, wayitimba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabahlanganisa uDavide bonke abantu, waya eRabha, walwa nayo, wayithimba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabahlanganisa ke uDavide bonke abantu, waya eRabha, walwa, wayoyisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathatha wonke umkhosi wakhe ke uDavide, waya eRabha, wayihlasela, wayithimba.