2 Samuel 12:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
netakanekazi elo yolibuyekeza ngokukane, ngenxa yokuba iyenzile lento, nangenxa yokuba ibingenanceba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iya kuyimisela ngesine imvanazana leyo, ngenxa enokuba yenze loo nto, nangenxa yokuba ingabanga nalufefe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Woyibuyisela imvana ezimvini, ngenxa yokuba eyenzile le nto nangenxa yokuba engenanceba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yaye ufanelwe kukuhlawuliswa ixabiso lelo takane ngokuphindwe kane, ngenxa yokuba enze ulunya olunje engenalo novelwano.”