2 Samuel 13:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati kuye: Hai, mzalwana wam! ungandidlwenguli; ngokuba kunge kungenziwa okunjalo kwa‐Sirayeli: zungenzi lento ehlazekileyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Musa, mnakwethu, musa ukundidlwengula; ngokuba akwenjiwa nje kwaSirayeli; musa ukulenza eli nyala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke wathi kuye, Hayi, dade wethu, musa ukundidlwengula; ngokuba ayinakwenziwa into enjalo kwaSirayeli; musani ukwenza obu budenge.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UTamare wathi kuye: “Hayi, mnakwethu, musa ukundinyanzela; ayenziwa into enje kwaSirayeli. Musukulenza eli nyala!