2 Samuel 13:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akavuma ukupulapula ilizwi lake; wati, enamandla pezu kwake nje, wamdlwengula, walala naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akavuma yena ukuliphulaphula ilizwi lakhe. Wameyisa, wamdlwengula, walala naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akavuma ukuliphulaphula ilizwi lakhe, kodwa ngenxa yokuba wamomelele kunaye, wamnyanzela, walala naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa akazange afune ukuva uAmnon, waza wamnyanzela, walala naye, kuba wayenamandla kunaye.