2 Samuel 13:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuye: Akuko ndawo; lenkohlakalo yokundindulula inkulu pezu kwenye ubuyenza kum. Kodwa akavuma ukumpulapula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Musa ukuba yimbangi yobu bubi bokundigxotha;bukhulu ngaphezu kobuya ubenzileyo kum. Akavuma ukumphulaphula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, Akukho tyala; Obu bubi bokundigxotha bukhulu kunabo bonke obenzileyo kum. Akavuma ukumphulaphula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Hayi, andiphumi,” utshilo uTamare. “Yhu, eli hlazo lokundigxotha lingaphezu koqale wandenza lona.” Akayihoyanga yonke loo nto uAmnon,

Recommended Reading