2 Samuel 13:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabiza isicaka sake esimkonzayo, wati: Ku̔pani ke lo kum aye pandle, utshixe ucango emva kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabiza umfana, umlungiseleli wakhe, wathi, Khawugxothe le nkazana, imke kum, iye phandle, utshixe ucango emva kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabiza umfana, umlungiseleli wakhe, wathi, Thabathani, emke kum le nkazana, nilutshixe ucango emva kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
usuke wabiza isicaka sakhe, wathi: “Khupha le ntombazana, imke apha, uze utshixe wakugqiba.”