2 Samuel 13:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute emva kweminyaka mibini, ukuba u‐Abasalome wabenabacebi e‐Bali‐hatsore, engakwa‐Frayime; wandula u‐Abasalome wamema bonke onyana bokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, emva kweminyaka emibini, kwabakho abachebi kuAbhisalom eBhahali-hatsore kwaEfrayim. UAbhisalom wamema bonke oonyana bokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ke, ekupheleni kweminyaka emibini ezeleyo, waba nabachebi kuAbhisalom eBhahali-hatsore kwaEfrayim; uAbhisalom wamema bonke oonyana bokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kweminyaka emibini uAbhasalom waba netheko lokuhlinzeka abachebi bakwakhe. Wayelenzela eBhali-hazore engasemdeni welakwaEfrayim. Wayememele bonke oonyana bakakumkani kwelo theko.