2 Samuel 13:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo u‐Abasalome weza kukumkani, wati: Bona ke, isicaka sako sinabacebi; makaye ke ukumkani nezicaka zake kunye nesicaka sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza uAbhisalom, wathi kukumkani, Uyabona, naba abachebi kumkhonzi wakho; ukumkani nabakhonzi bakhe mabahambe nomkhonzi wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbhisalom weza kukumkani, wathi, Yabona, nabachebi kumkhonzi wakho; Ukumkani nabakhonzi bakhe makahambe nomkhonzi wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usuke waya kukumkani uDavide uAbhasalom, wafika wathi: “Mhlekazi, kuyachetywa phaya kwam, ke bendinqwenela ukuba umhlekazi namaphakathi akhe babekho kwitheko eliza kwenziwa.”