2 Samuel 13:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesuka ukumkani, waṙazula izivato zake, walala emhlabeni; kanjalo zonke izicaka zake zema kona zinengubo eziṙazukileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka ukumkani, wazikrazula iingubo zakhe, waqungquluza emhlabeni; bonke abakhonzi bakhe bemi ngakuye, bezikrazule iingubo zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka wema ukumkani, wazikrazula iingubo zakhe, waqungquluza emhlabeni; bonke abakhonzi bakhe bemi khona apho, benxibe iingubo ezikrazukileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi khwasu kwangoko, wakrazula izambatho zakhe, waqungquluza emhlabeni. Amaphakathi akhe onke nawo azikrazula ezawo izambatho emi ngakuye.
Recommended Reading