2 Samuel 13:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, inkosi yam ukumkani maingabekeli lento intliziyo yayo, ukuti bonke onyana bokumkani bafile; ngu‐Amnone yedwa ofileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko, nkosi yam kumkani, ungalibekeli ntliziyo eli lizwi lithi, bonke oonyana bokumkani bafile. Akunjalo; nguAmnon yedwa ofileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko ukumkani wam makangawubeki ntliziyo lo mbandela, athi bonke oonyana bokumkani mabafe; ngokuba nguAmnon yedwa ofileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke umhlekazi makangazihluphi ngokucinga okokuba oonyana bakhe bafe bonke. Hayi, nguAmnon yedwa lo ufileyo.”