2 Samuel 13:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yonadabi wati kukumkani: Naba onyana bokumkani besiza; njengalo ilizwi lesicaka sako, kwenziwe njalo ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYonadabhi kukumkani, Naba oonyana bokumkani besiza;njengoko belinjalo ilizwi lomkhonzi wakho, kwenzeke ngokunjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYonadabhi kukumkani, Naba oonyana bokumkani besiza; njengoko watshoyo umkhonzi wakho, kunjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYonadabhi wathi kukumkani: “Khangela, nabaya besiza oonyana bakakumkani. Kunjengoko besitshilo isicaka sakho.”