2 Samuel 13:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahamba u‐Tamare waya endlwini ka‐Amnone umzalwana wake: waye yena elele. Waza watabata intlama, wayibuca, wenza izonkana pambi kwamehlo ake, wazoja izonkana ezo kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya uTamare endlwini ka-Amnon umnakwabo, yena elele phantsi. Wathabatha intlama, waxovula, wenza izonkana eziyolisa intliziyo phambi kwakhe, wazosa izonkana eziyolisa intliziyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya uTamare endlwini ka-Amnon udade wabo; walala. Wathabatha umgubo, waxovula, wenza amaqebengwana phambi kwakhe, wawosa amaqebengwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya ke uTamare endlwini ka-Amnon umntakwabo, wafika esemandlalweni. Wathatha umgubo waxova, wenza amaqebengwana ejongiwe nguAmnon,