2 Samuel 13:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watabata ukamba, wagalela pambi kwake; kodwa wala ukudla. Wayesiti u‐Amnone: Pumisani onke amadoda kum; aza onke amadoda apuma kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathabatha ipani, wazikhuphela phambi kwakhe; akavuma ukudla. Wathi uAmnon, Mabakhutshwe abantu bonke, baphume kum.Baphuma bonke abantu kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathabatha ipani, wayigalela phambi kwakhe; akavuma ukudla. Wathi uAmnon, Mabandishiye bonke bephela. Baphuma ke ngabanye kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wawakhupha epanini, wabeka phambi koAmnon, kodwa akatya. Uvakele uAmnon esithi: “Khupha wonke umntu okule ndlu!” Baphuma bonke abo bantu kuloo ndlu.