2 Samuel 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti ukumkani: Osukuba eteta ngakuwe, mzise kum, waengayi kubuya akucukumise kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani, Othetha into kuwe, mzise kum; akasayi kuphinda akuchukumise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani, Bonke baya kunibalisa ibali, nimzise kum; akasayi kuphinda akuchukumise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi: “Umntu ophinde wakuthethisa uze uze naye apha kum; akasobe aphinde akuthi cha kwakhona.”