2 Samuel 14:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati umfazi lowo: Makesitete ilizwi isicakakazi sako kuyo inkosi yam ukumkani. Wayesiti: Teta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi inkazana, Makhe athethe ilizwi umkhonzazana wakho enkosini yam ukumkani. Wathi yena, Thetha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi inkazana, Makhe athethe umkhonzazana wakho enkosini yam ukumkani. Wathi yena, Hambani niye!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umfazi wathi: “Mhlekazi, nceda usivumele isicakakazi sakho, sibe nelizwi esilibhekisa kuwe.” “Ewe, thetha,” utshilo ukumkani.