2 Samuel 14:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Abasalome watumela u‐Jowabi, ukuba amtume kukumkani; kodwa ebengavumi ukuza kuye: wabuya watuma nangokwesibini, kodwa ebengavumi ukuza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbhisalom wathumela kuYowabhi, ukuba amthumele kukumkani;akavuma ukuza kuye. Wabuya wathumela okwesibini; akavuma ukuza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbhisalom wathumela kuYowabhi, ukuba amthumele kukumkani; akavuma ukuza kuye; Waphinda wathumela okwesibini akavuma ukuza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uAbhasalom wabiza uJowabhi ukuze amthume kukumkani. Wala ukuza yena uJowabhi. Waphinda wathumela okwesibini, wala kwakhona uJowabhi.