2 Samuel 14:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uze kukumkani, utete kuye njengalendawo. Waza u‐Jowabi wabeka amazwi emlonyeni wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uye kukumkani, uthethe kuye wenjenje. UYowabhi wafaka amazwi emlonyeni wayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uye kukumkani, uthethe kuye wenjenje; uYowabhi wawabeka amazwi emlonyeni wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uze uye kukumkani, ufike umxelele le nto ndifuna uyithethe kuye.” Watsho emnika amazwi amakawathethe kukumkani.