2 Samuel 14:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wesuka u‐Jowabi, weza ku‐Abasalome endlwini, wati kuye: Yinina ukuba izicaka zako ziyitshisile intsimi yam ngomlilo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uYowabhi, waya kuAbhisalom, wathi kuye, Yini na ukuba abakhonzi bakho bayitshise ngomlilo intsimi yam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akugqiba uYowabhi, weza kuAbhisalom endlwini yakhe, wathi kuye, Yini na ukuba abakhonzi bakho bayitshise intsimi yam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasuka ke uJowabhi waya kwa-Abhasalom, wafika wathi kuye: “Ziyitshiseleni izicaka zakho intsimi yam?”