2 Samuel 14:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akuteta um‐Tekohakazi lowo kukumkani, wawa ebusweni bake ngasemhlabeni, waziqubuda, wati: Nceda, kumkani!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathetha inkazana yaseTekowa kukumkani, yawa ngobuso emhlabeni, yaqubuda, yathi, Sindisa, kumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umkaTekowa kukumkani, wawa ngobuso, waqubuda, wathi, Sindisa, kumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya ke kukumkani loo mfazi waseTekowa, wafika wawa ngamadolo, ekhahlela, wathi: “Ndincede, mhlekazi!”