2 Samuel 14:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sasibe isicakakazi sako sinonyana ababini, baye bona bengxolisana bobabini ngasendle, kwakungeko owabahlukisa, kodwa omnye wabeta omnye, wambulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umkhonzazana wakho ebenoonyana ababini; balwa bobabini endle, akwabakho mhlanguli phakathi kwabo: omnye watsho komnye, wambulala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umkhonzazana wakho ebenoonyana ababini, balwa bobabini endle, akwabakho mhlanguli phakathi kwabo; omnye wambetha omnye, wambulala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaye bendinoonyana ababini. Ngenye imini baxabana besemadlelweni, kwathi ngenxa yokuba kwakungekho mlamli, balwa wabethwa wafa omnye unyana wam.