2 Samuel 15:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute emveni kwoku, ukuba u‐Abasalome wazilungisela inqwelo namahashe, namadoda angamashumi mahlanu abaleke pambi kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni koko, uAbhisalom wazilungisela iinqwelo zokulwa, namahashe, namadoda angamashumi amahlanu ukuba abe zizigidimi phambi kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni koko uAbhisalom wamlungisela iinqwelo zokulwa, namahashe, namadoda angamashumi amahlanu abaleka ngakuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uAbhasalom wazifunela inqwelo namahashe kunye namashumi amahlanu amadoda awankcunkca phambili.