2 Samuel 15:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapuma ukumkani, nabo bonke abendlu yake ngasezinyaweni zake: kodwa ukumkani washiya ishumi labafazi abangamashweshwe, ukuba balinde indlu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ukumkani, indlu yakhe yonke imlandela. Ukumkani washiya ishumi lamashweshwe, ukuze ayigcine indlu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma ukumkani, yamlandela yonke indlu yakhe. Ukumkani wabashiya abalishumi elinezihibe, ukuba balinde indlu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanduluka ke ukumkani nalo lonke usapho lwakhe. Kwasala ishumi labafazi elalingamaqadi, agcina umzi wakomkhulu.