2 Samuel 15:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo wapuma ukumkani, nabo bonke abantu ngasezinyaweni zake; baya bahlala e‐Bete‐meraki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ke ukumkani, bemlandela abantu bonke; bema eBhete-meraki;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma ke ukumkani, bamlandela bonke abantu, baya kuhlala mgama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani kunye nabantu awayehamba nabo bathi bakufika ngakwindlu yokugqibela bakha bathi xha apho.