2 Samuel 15:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani wati ku‐Yitai um‐Gate: Kunganina ukuba nawe uhambe nati? buya, uhlale nokumkani; ngokuba wena ungowasemzini, nofudukileyo ukuza endaweni yako kanjako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuItayi waseGati, Yini na ukuba nawe uhambe nathi? Buya, uhlale nokumkani; ngokuba ungowasemzini, ungumfiki, buyela endaweni yakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuItayi Mogati, Yini na ukuba uhambe nathi? buyela endlwini yakho, uhlale nokumkani;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwesi sithuba ke ukumkani uthe kuItayi waseGati: “Ulapha nawe? Ufunani emva kwam? Hamba uye kungenelela kulaa kumkani mtsha; kaloku ungumntu wasemzini wena, imbacu eyasaba amawayo.