2 Samuel 15:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ukuba utsho ukuti: Andikoliswa nguwe; nanku mna, makenze kum njengo kuba kulungile emehlweni ake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe, Andikunanzile; nanku ndikho, makenze kum ngoko kulungileyo emehlweni akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe, Andikuvuyeleli; Yabona, ndim lo, undenze njengoko kulungileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba uNdikhoyo uthe kum: ‘Andaneliseki nguwe,’ ndim lo, makandenze loo nto ikholekileyo emehlweni akhe.”