2 Samuel 15:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela ukumkani wati ku‐Tsadoki umperisite: Wena aku ngumboni na? buyela esixekweni ngoxolo, nonyana bako bobabini kunye nawe, u‐Himahatse unyana wako, no‐Jonatane unyana ka‐Abiyatare.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuTsadoki umbingeleli, Wena mboni, buyela kuwo umzi unoxolo, noAhimahatse unyana wakho, noYonatan unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini kunye nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuTsadoki umbingeleli, Akuvumi na? buyela kuwo umzi unoxolo, noAhimahatse unyana wakho, noYonatan unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini kunye nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqhube wenjenje ukumkani ebhekisa kuZadoki umbingeleli: “Uyayibona imeko, wena ungahamba ngoku, ubuyele esixekweni kunye noAbhiyatare, nihambe kunye nâbo bafana babini, lowo wakho uAhimazi kunye noJonatan unyana ka-Abhiyatare.