2 Samuel 15:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Davide kuye: Ukuba uyadlula nam, uya kwandula ube ngumtwalo kum;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wathi kuye, Ukuba uthe wagqithela nam, woba ngumthwalo kum;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kuye, Ukuba uthe wahamba nam, woba ngumthwalo kum;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wathi kuye: “Akukho nto uya kundinceda ngayo xa uhamba kunye nam.