2 Samuel 15:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenza ke u‐Abasalome ngendawo enjalo kubo bonke o‐Sirayeli abezayo kukumkani ekugwebeni: wada u‐Abasalome weba̔ intliziyo zamadoda akwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza ke uAbhisalom ngendawo enjalo kumaSirayeli onke, abesiza kukumkani ekugwebeni. Waziba uAbhisalom iintliziyo zamadoda akwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza ke uAbhisalom kumaSirayeli onke, abesiza kukumkani ukuba agwebe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo nto wathi rhoqo ukuyenza kuwo onke amaSirayeli awayesiza komkhulu ematyaleni. Waba ke uyaziba iintliziyo zamaSirayeli ngaloo ndlela.