2 Samuel 16:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Abasalome, nabo bonke abantu, amadoda akwa‐Sirayeli, beza e‐Yerusaleme, no‐Ahitofele kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uAbhisalom nabantu bonke, amadoda akwaSirayeli, beza eYerusalem, benoAhitofele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbhisalom nabo bonke abantu, amadoda akwaSirayeli, bafika eYerusalem, enoAhitofele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wagaleleka eJerusalem uAbhasalom, ehamba namaSirayeli onke, kukho noAhitofele.