2 Samuel 16:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Abasalome wati ku‐Hushai: Bubo obu na ububele bako kumhlobo wako? yinina ukuba akuyanga nomhlobo wako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbhisalom kuHushayi, Yinceba yakho na le kumhlobo wakho? Yini na ukuba ungabambi nomhlobo wakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbhisalom kuHushayi, Kukumthanda kwakho na oku? kutheni ungahambi netshomi yakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbhasalom wathi kuHushayi: “Tyhini, yindlela obonakalisa ukuthembeka kwakho kumhlobo wakho uDavide le! Kutheni ungahambanga naye nje?”