2 Samuel 16:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Hushai ku‐Abasalome: Hai; ngulowo unyuliweyo nguyehova, nangababantu, nangamadoda onke akwa‐Sirayeli, endiya kuba ngowake, nendiya kuhlala naye:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uHushayi kuAbhisalom, Hayi, onyulwe nguYehova nangaba bantu, nangamadoda onke akwaSirayeli, ndoba ngowakhe mna, ndihlale naye mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uHushayi kuAbhisalom, Hayi! kodwa lowo amnyulileyo uYehova, nolu hlanga, namadoda onke akwaSirayeli, ndoba ngowakhe, ndihlale naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHushayi wathi kuAbhasalom: “Ndingayenza njani into enjalo? Mna ndingakwicala lalowo utyunjwe *nguNdikhoyo nangabantu nangamaSirayeli ephela. Ndiza kuhamba nawe.