2 Samuel 16:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakanjako, ngendimkonza banina? ngekungabi sebusweni bonyana wake na? njengokuba ndikonzile ebusweni boyihlo, ndoba njalo ebusweni bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ndibe ndifanele ukukhonza bani na?Bendingafanele kukhonza phambi konyana wakhe na? Njengoko ndakhonzayo phambi koyihlo, ndiya kwenjenjalo phambi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo ndiya kukhonza bani na? Akayi kumkhonza na unyana wakhe? njengoko ndamkhonzayo uyihlo, ndiya kuba nawe ngokunjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kakade ke ndingathoba phantsi kukabani xa ingenguye unyana wenkosi? Ndiza kuthoba phantsi kwakho ngoku njengoko bendisenza kuyihlo.”