2 Samuel 16:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku, akuza ukumkani u‐Davide ngase‐Bahurime, bona ke, kwapuma kona indoda yakwisizalwane sendlu ka‐Saule, egama belingu‐Shimehi, unyana ka‐Gera: wapuma, eqalekisa ekupumeni kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika ukumkani uDavide eBhahurim, nanko, kuphuma khona indoda yomzalwane wendlu kaSawule, egama linguShimehi, unyana kaGera; yaphuma yahamba itshabhisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika ukumkani uDavide eBhahurim, wabona kukho indoda yendlu kaSawule, egama linguShimehi, unyana kaGera;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ukumkani uDavide akuya kufika eBhawurim, kwavela uShimeyi, unyana kaGera, owayezalana noSawule, eze kumhlangabeza, emthuka wonke lo gama aya kuye.