2 Samuel 16:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wagibisela ngamatye u‐Davide, nazo zonke izicaka zokumkani u‐Davide; baye bonke abantu nawo onke amagoṙa bengasekunene kwake nangasekohlo kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yamxuluba ngamatye uDavide, nabakhonzi bonke bokumkani uDavide; bonke abantu namagorha onke babengasekunene nangasekhohlo kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamxuluba ngamatye uDavide nabakhonzi bonke bokumkani uDavide; bonke abantu namagorha onke babengasekunene kwakhe nangasekhohlo kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShimeyi usuke wagxoga uDavide ngamatye, ekunye naloo maphakathi akhe, engqongwe macala ngamadoda omkhosi nabalindi bakhe.