2 Samuel 17:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Hushai wati ku‐Tsadoki naku‐Abiyatare abaperisite: Njengokunje nanjengokunje wanika icebo u‐Ahitofele ku‐Abasalome, nakubadala bo‐Sirayeli; kanjalo njengokunje nanjengokunje ndanika icebo mna:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uHushayi kuTsadoki nakuAbhiyatare ababingeleli, Wenjenje, wenjenje uAhitofele ukumpha icebo uAbhisalom namadoda amakhulu akwaSirayeli; ke mna ndenjenje, ndenjenje ukubapha icebo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uHushayi kuTsadoki nakuAbhiyatare ababingeleli, uAhitofele umcebisa ngale ndlela uAbhisalom namadoda amakhulu akwaSirayeli; kwaye ndinike iingcebiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usuke apho uHushayi waya kwazisa ooZadoki noAbhiyatare ababingeleli ngeqhinga yena acebise ngalo uAbhasalom namadoda amakhulu akwaSirayeli kwanangelo lalivela kuAhitofele.