2 Samuel 17:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WANDULA u‐Davide weza e‐Mahanayime. Kanjalo u‐Abasalome wawela i‐Yoredane, yena nawo onke amadoda akwa‐Sirayeli kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wafika eMahanayim; uAbhisalom wayiwela iYordan, yena namadoda onke akwaSirayeli kunye naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wafika eMahanayim. uAbhisalom wayiwela iYordan namadoda onke akwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayeselefikile uDavide kwidolophu yaseMahanayim, ngexesha yena uAbhasalom namaSirayeli onke awayenaye bawela iJordan.