2 Samuel 17:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, akuba u‐Davide efikile e‐Mahanayime, wandula u‐Shobi unyana ka‐Nahashe wase‐Raba yosapo luka‐Hamoni, no‐Makire unyana ka‐Hamiyeli wase‐Lo‐debare, no‐Barezilai um‐Gileyadi wase‐Rogelime,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akufika uDavide eMahanayim, uShobhi unyana kaNahashe, waseRabha yakoonyana baka-Amon, noMakire unyana ka-Amiyeli, waseLo-debhare, noBharzilayi, waseGiliyadi waseRogelim,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika uDavide eMahanayim, enoSobhi unyana kaNahashe, waseRabha yoonyana baka-Amon, noMagire unyana ka-Amiyeli, eLodebhare, noBharzilayi waseGiliyadi, waseRogelim;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide ukufika kwakhe eMahanayim wayehlangatyezwa nguShobhi unyana kaNahashe owayevela kwidolophu iRabha kwelama-Amon, nanguMakire unyana ka-Amiyeli waseLodebhare, noBhazilayi umGiliyadi waseRogelim.