2 Samuel 17:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nobusi, namasi, negusha, nezonka zamasi enkomo, banik ela u‐Davide nabantu ababenaye, ukuze badle; ngokuba bebesiti: Abantu balambile, badiniwe, banxaniwe, entlango apo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nobusi, namasi, nempahla emfutshane, nezonka zamasi enkomo, kuDavide nabantu abenabo, ukuze badle; kuba babesithi, Abantu balambile, batyhafile, banxaniwe entlango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nobusi, nebhotolo, nempahla emfutshane, namasi eenkomo, kuDavide nakubantu ababenaye ukuba badle; ngokuba bathi, Abantu balambile, badiniwe, banxaniwe entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nobusi, nebhotolo, neegusha, netshizi yobisi lweenkomo. Konke oku babekuphathele ukuxhasa uDavide nabantu bakhe, kuba babesithi: “Aba bantu balambile, badiniwe, banxaniwe nokunxanwa apha entlango.”