2 Samuel 17:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nabo bonke abantu ndobabuyisela kuwe: londoda uyifunayo injengokubuya kwabo bonke: kwa njalo abantu bonke boba seluxolweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndibabuyisele kuwe bonke abantu; indoda leyo ufuna yona injengokungathi babuye bonke; boxola bonke abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndibabuyisele kuwe bonke abantu; umntu omfunayo usengathi babuyile bonke; ngoko bonke abantu baya kuba noxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ndiwazise kuwe onke amanye amadoda. Andithi mnye qha lo mntu ufuna ukumbulala, bonke abanye babuye bephila?”