2 Samuel 17:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Abasalome wati: Kaubize no‐Hushai um‐Areki, ukuba sive woti nina naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbhisalom, Khawubize noHushayi waseArki, sive into esemlonyeni wakhe naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbhisalom, Bizani uHushayi umAram, sive ukuba uya kuthini na ukuthetha kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uAbhasalom: “Khanibize kwanoHushayi umArki, silive nelakhe icebo.”