2 Samuel 18:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kodwa bendenzile ubuxoki ngakubo ubomi bam; (ngokuba kungeko nto efihlelweyo ukumkani;) ngeuba nawe umele ngaku m.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye ukuba bendithe ndenza ubuxoki emphefumlweni wakhe kuba kungekho nto ikhanyelekayo kukumkaniwena ubuya kundichasa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okanye, bendiya kuxoka emphefumlweni wam, ngokuba akukho nto ifihlakeleyo kukumkani; ubuya kuwaphakamisa amandla am.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba bendenze ubugwenxa ndambulala uAbhasalom, ubeza kuyiva loo nto ukumkani, yaye akukho nto ifihlakeleyo kuye, ube wena ungayi kundithethelela.”