2 Samuel 18:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jowabi wavutela ngexilongo, bati abantu babuya ekusukeleni ama‐Sirayeli; ngokuba u‐Jowabi wababamba abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuthela uYowabhi isigodlo, babuya abantu ekuwasukeleni amaSirayeli; ngokuba uYowabhi wabanqanda abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuthela uYowabhi isigodlo, abuya amadoda lawo, alandela oonyana bakaSirayeli; ngokuba uYowabhi wabanqanda abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uJowabhi makuvuthelwe isigodlo, iphele imfazwe, abuye amadoda awayesukela amaSirayeli.