2 Samuel 18:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Jowabi wati ku‐Kushi: Hamba, umxelele ukumkani oko ukubonileyo. Watoba ke u‐Kushi pambi kwo‐Jowabi, wagidima.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYowabhi kuKushi, Hamba uye kumxelela ukumkani okubonileyo. Waqubuda uKushi kuYowabhi, wagidima ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYowabhi kuKushi, Hamba uye kumxelela ukumkani okubonileyo. uKushi waguqa phambi koYowabhi, wagidima.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uJowabhi wathi kumfo waseKushe: “Yiya kuxelela ukumkani oko ukubonileyo.” Wakhahlela umKushe, wangena endleleni.