2 Samuel 18:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa noko, watsho, makendigidime. Waza wati kuye: Gidima. Wasuka u‐Himahatse wagidima ngendlela yetafa, wagqita ku‐Kushi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Nokuba kutheni, mandigidime. Wathi kuye, Gidima.Wagidima ke uAhimahatse ngendlela yaloo mmandla, wegqitha kuKushi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa wathi, Mandibaleke ndibaleke. Wathi kuye, Gijima uAhimahatse wabaleka wehla ngendlela esuka ethafeni waza wambamba uKusi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndithe kuwe kungehla okuhlayo, ndifuna ukuhamba,” utshilo uAhimazi. Ke uJowabhi wathi: “Thatha khona!” Wasuka ke uAhimazi wangena endleleni, waya kuthi gubhu kulaa ntili yeJordan, wamshiya endleleni umKushe lowo.